2 Kasamweli 12:17 XHO96

17 Amadoda amakhulu endlu yakhe aya kuye, efuna ukumvusa kuloo ndawo wayelele kuyo, suka akavuma yena, akafuna nokutya oku kunye nawo.

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 12

imbono 2 Kasamweli 12:17 kwimeko