2 Kasamweli 12:24 XHO96

24 Emva koko uDavide waya kuthuthuzela umkakhe uBhashebha, walala naye. Wazala umntwana oyinkwenkwe, wathi igama lakhe nguSolomon. Wayithanda loo nkwenkwana *uNdikhoyo,

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 12

imbono 2 Kasamweli 12:24 kwimeko