2 Kasamweli 12:8 XHO96

8 Ndakunika umzi wenkosi yakho, abafazi bayo ndabanikela esifubeni sakho, ndakwenza ukumkani wakwaSirayeli nakwaJuda. Kanti ke ukuba bezinganelanga ezo zinto ndakwenzela zona, bendingakongezayo.

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 12

imbono 2 Kasamweli 12:8 kwimeko