2 Kasamweli 13:10 XHO96

10 Uthe kuTamare uAmnon: “Zisa loo maqebengwana apha egumbini lam lokulala, undityise ngesakho isandla.” Wawathatha loo maqebengwana awenzileyo uTamare, wawasa kumntakwabo uAmnon egumbini lakhe lokulala.

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 13

imbono 2 Kasamweli 13:10 kwimeko