2 Kasamweli 13:23 XHO96

23 Emva kweminyaka emibini uAbhasalom waba netheko lokuhlinzeka abachebi bakwakhe. Wayelenzela eBhali-hazore engasemdeni welakwaEfrayim. Wayememele bonke oonyana bakakumkani kwelo theko.

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 13

imbono 2 Kasamweli 13:23 kwimeko