2 Kasamweli 13:32 XHO96

32 Kwesi sithuba kuvele uYonadabhi unyana kaShama umntakwabo-Davide, wathi: “Umhlekazi makangeva kusithiwa babulewe bonke oonyana bakhe; kufe uAmnon yedwa. Loo nto yenzeka kuba uAbhasalom wagqiba kwangalaa mhla uAmnon wadlwengula udade wabo ukuba uya kuze ambulale.

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 13

imbono 2 Kasamweli 13:32 kwimeko