2 Kasamweli 13:34 XHO96

34 Ke yena uAbhasalom wabaleka wabhaca.Ke umlindi wabona ihlokondiba labantu lisihla intaba, lihamba ngendlela evela eHoronayim.

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 13

imbono 2 Kasamweli 13:34 kwimeko