2 Kasamweli 13:37 XHO96

37 UAbhasalom wabalekela kuTalmayi, unyana ka-Amihudi, owayengukumkani waseGeshuri. UDavide wamzilela mihla le uAmnon unyana wakhe.

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 13

imbono 2 Kasamweli 13:37 kwimeko