2 Kasamweli 14:17 XHO96

17 “Bendisazi ukuba uya kuthetha nje kutsho kuphele amaxhala kum, kuba wena, mhlekazi, uyakwazi ukwahlula okuhle kokubi kanye njengesithunywa sikaThixo. Wanga ke uNdikhoyo uThixo wakho angaba nawe.”

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 14

imbono 2 Kasamweli 14:17 kwimeko