2 Kasamweli 15:19 XHO96

19 Kwesi sithuba ke ukumkani uthe kuItayi waseGati: “Ulapha nawe? Ufunani emva kwam? Hamba uye kungenelela kulaa kumkani mtsha; kaloku ungumntu wasemzini wena, imbacu eyasaba amawayo.

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 15

imbono 2 Kasamweli 15:19 kwimeko