2 Kasamweli 15:27 XHO96

27 Uqhube wenjenje ukumkani ebhekisa kuZadoki umbingeleli: “Uyayibona imeko, wena ungahamba ngoku, ubuyele esixekweni kunye noAbhiyatare, nihambe kunye nâbo bafana babini, lowo wakho uAhimazi kunye noJonatan unyana ka-Abhiyatare.

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 15

imbono 2 Kasamweli 15:27 kwimeko