2 Kasamweli 16:21 XHO96

21 UAhitofele wathi kuAbhasalom: “Yiya kungena kumaqadi kayihlo, lawa awagcinise ibhotwe. Ngaloo ndlela indlu yonke kaSirayeli iya kuqonda ukuba uzinukisile kuyihlo, babe nesibindi ke ngoko abakulandelayo.”

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 16

imbono 2 Kasamweli 16:21 kwimeko