2 Kasamweli 17:21 XHO96

21 Akuba emkile loo madoda, baphuma kwelo qula ooAhimazi noJonatan, basa udaba ababeluthunyiwe kuDavide. Bamxelela ngeyelenqe lika-Ahitofele, batsho besithi: “Phakama ukhawuleze uwelele ngaphesheya komlambo.”

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 17

imbono 2 Kasamweli 17:21 kwimeko