2 Kasamweli 17:23 XHO96

23 Uthe akubona uAhitofele ukuba iqhinga lakhe alisiwanga so, suka wakhwela idonki yakowabo, wagoduka esinga kweyakubo idolophu. Uthe nje ukuba agqibe ukulungisa imicimbi yakhe, waya wazixhoma wafa. Ungcwatyelwe apho kumangcwaba ooyise-mkhulu.

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 17

imbono 2 Kasamweli 17:23 kwimeko