2 Kasamweli 17:25 XHO96

25 UAbhasalom wenza uAmasa injengele yomkhosi esikhundleni sikaJowabhi. UAmasa wayengunyana kaYetere umSirayeli, ezalwa nguAbhigeli intombi kaNahashe, engudade boZeruya unina kaJowabhi.

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 17

imbono 2 Kasamweli 17:25 kwimeko