2 Kasamweli 17:27 XHO96

27 UDavide ukufika kwakhe eMahanayim wayehlangatyezwa nguShobhi unyana kaNahashe owayevela kwidolophu iRabha kwelama-Amon, nanguMakire unyana ka-Amiyeli waseLodebhare, noBhazilayi umGiliyadi waseRogelim.

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 17

imbono 2 Kasamweli 17:27 kwimeko