2 Kasamweli 18:28 XHO96

28 UAhimazi wabhekisa kukumkani wathi: “Izinto zihamba kakuhle!” Wafika wakhahlela ejongise ubuso emhlabeni, wathi, “Mbonge uNdikhoyo uThixo wakho! Uboyisile abo bebeyivukela inkosi yam ukumkani!”

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 18

imbono 2 Kasamweli 18:28 kwimeko