2 Kasamweli 18:32 XHO96

32 Ukumkani wathi kumKushe: “Yena umfana uAbhasalom usindile phofu?”UmKushe wathi: “Mhlekazi, bendinga into emhleleyo unyana wakho ibinga ingenzeka kuzo zonke iintshaba zakho, nakwabo bakuvukelayo.”

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 18

imbono 2 Kasamweli 18:32 kwimeko