2 Kasamweli 19:22 XHO96

22 UDavide wathi: “Yintoni endidibanisa nani, bonyana bakaZeruya? Kutheni le nto nifana neentshaba kum namhlanje? Kaloku ndim ngoku ukumkani wakwaSirayeli; ngoko ke akukho mSirayeli uya kubulawa namhlanje.”

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 19

imbono 2 Kasamweli 19:22 kwimeko