2 Kasamweli 19:35 XHO96

35 Sendimashumi asibhozo ubudala; akusekho nto imnandi nembi kum. Ukutya nento eselwayo azisenancasa kum; andisawuva nomculo weemvumi neemvumikazi. Ndingasuka ndibe ngumthwalo kuwe ngoku, mhlekazi, nkosi yam.

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 19

imbono 2 Kasamweli 19:35 kwimeko