2 Kasamweli 19:7 XHO96

7 Hamba ke ngoku, uye kuthetha nawo uwancome la madoda, kuba ngomso kusasa kobe kungekho nanye kuwo ehamba nawe, xa ungayenzanga loo nto. Ndifunga *uNdikhoyo! Loo nto ke yoba lelona shwangusha wakha wanalo ebomini bakho ukususela ebutsheni bakho ukuza kuthi ga ngoku.”

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 19

imbono 2 Kasamweli 19:7 kwimeko