2 Kasamweli 19:9 XHO96

9 Afika axabana odwa kuwo wonke loo mmandla. Kwakukho athi: “UDavide wawasindisa kwiintshaba zawo amaSirayeli, wawahlangula esandleni samaFilistiya. Ngoku ubaleke uAbhasalom, walishiya lodwa ilizwe.

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 19

imbono 2 Kasamweli 19:9 kwimeko