2 Kasamweli 2:1 XHO96

1 Emva koko uDavide wabuzisa *kuNdikhoyo wathi: “Ndingaya kuhlala na kwesinye sezixeko zakwaJuda?”UNdikhoyo wathi: “Yiya.”Wabuza uDavide wathi: “Mandiye phi?”Wathi uNdikhoyo: “Yiya eHebron.”

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 2

imbono 2 Kasamweli 2:1 kwimeko