2 Kasamweli 2:24 XHO96

24 Kwasuka uJowabhi noAbhishayi, bamsukela uAbhinere. Kuthe kwakuhlwa bafika endulini yaseAma ekhangelene neGiya kuloo ndlela ibheka kwinkangala yaseGibheyon.

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 2

imbono 2 Kasamweli 2:24 kwimeko