2 Kasamweli 2:32 XHO96

32 UJowabhi namadoda akhe bawuthatha umzimba ka-Asayeli, baya kuwungcwabela eBhetelehem kumangcwaba akowabo. Emva koko bahamba ubusuku bonke, bada baya kutsho eHebron xa kumpondo zankomo ngengomso.

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 2

imbono 2 Kasamweli 2:32 kwimeko