2 Kasamweli 2:6 XHO96

6 Ubenga uNdikhoyo anganiphatha ngobubele nangokunyaniseka. Nam ke ndiza kuniphatha kakuhle ngenxa yale nto niyenzileyo.

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 2

imbono 2 Kasamweli 2:6 kwimeko