2 Kasamweli 20:11 XHO96

11 Enye kulaa madoda ayehamba noJowabhi yasala imi ngakweso sidumbu sika-Amasa, ikhwaza isithi: “Indoda engakwicala likaJowabhi noDavide mayilandele uJowabhi.”

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 20

imbono 2 Kasamweli 20:11 kwimeko