2 Kasamweli 20:17 XHO96

17 Efikile uJowabhi, wabuza loo mfazi wathi: “UnguJowabhi?”Wathi: “Ewe, ndinguye.”Umfazi lowo wathi kuye: “Khawuphulaphule ke, mhlekazi, oko isicakazana sakho sikuthethayo.”Yena wathi: “Ewe, qhuba, ndimamele.”

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 20

imbono 2 Kasamweli 20:17 kwimeko