2 Kasamweli 20:23 XHO96

23 Umphathi-mkhosi wakwaSirayeli yayinguJowabhi. Abalindi bakakumkani uDavide abangamaKreti namaPleti umphathi wabo yayinguBhenaya unyana kaJoyada.

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 20

imbono 2 Kasamweli 20:23 kwimeko