2 Kasamweli 20:3 XHO96

3 Wathi uDavide akufika komkhulu eJerusalem, wawathatha lawo maqadi akhe alishumi ayesele ejonge ikomkhulu, wathi makajongwe ngabalindi. Wayebondla, kodwa akabuyanga ahlangane nabo, bahlala ubomi bobuhlolokazi bonke ubomi babo.

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 20

imbono 2 Kasamweli 20:3 kwimeko