2 Kasamweli 21:2 XHO96

2 Abantu baseGibheyon bebengengawo amaSirayeli. Babeliqaqobana lama-Amori awathenjiswa ukukhuselwa ngamaSirayeli, kodwa uSawule walinga ukuwatshabalalisa, kuba etshiseka ngenxa yenkqubela yamaSirayeli namaJuda. UDavide ke wawabiza amaGibheyon,

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 21

imbono 2 Kasamweli 21:2 kwimeko