2 Kasamweli 23:20 XHO96

20 Enye indoda eyayitshatshele ngemisebenzi yobugorha nguBhenaya unyana kaJoyada waseKabhezeli. Yena wabulala iintshatsheli zamaMowabhi ezimbini. Kwakhona ngemini ekwakukhithika ngayo waya kungena emhadini, wabulala khona ingonyama.

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 23

imbono 2 Kasamweli 23:20 kwimeko