2 Kasamweli 23:23 XHO96

23 Wayebalasele phakathi kwaloo magorha angamashumi amathathu, kodwa wayengabandakanywanga kuloo magorha mathathu. UDavide wamenza inkokheli yabalindi bokumkani.

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 23

imbono 2 Kasamweli 23:23 kwimeko