28 uZalmon waseAhoyi,kwakunye noMaharayi waseNetofa,
29 uHelebhe unyana kaBhana waseNetofa,noItayi unyana kaRibhayi waseGibheya kwaBhenjamin.
30 Wayelapho uBhenaya wasePiraton,uHidayi wamaxandeka aseGahashe,
31 kunye noAbhiyalebhon waseBhete-arabha,uAzemavete waseBhawurim,
32 noEliyabha waseShalebhon.Zazilapho iinto zikaYashene,noJonatan
33 unyana kaShama waseHarari,kunye noAhiyam unyana kaSharare waseHarari,
34 uElifelete, unyana ka-Ahasebhayi waseMahaka,uEliyam unyana ka-Ahitofele waseGilo,