35 uHezero waseKarmele,uParayi waseArbhi,
36 uIgali unyana kaNatan waseZobha,uBhani wakwaGadi,
37 uZeleki umAmon,noNaharayi waseBheroti umphathi-zikrweqe zikaJowabhi, unyana kaZeruya.
38 Wayelapho uIra waseItri,noGarebhe waseItri,
39 kunye noUriya umHeti.Babengamashumi mathathu anesixhenxe xa bebonke.