2 Kasamweli 24:20 XHO96

20 Wathi akukhangela uAravena, wabona ukumkani esiza kuye ehamba namaphakathi akhe. Waphuma uAravena, wakhahlela ejongise ubuso emhlabeni phambi kokumkani.

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 24

imbono 2 Kasamweli 24:20 kwimeko