2 Kasamweli 24:9 XHO96

9 UJowabhi ke wamchazela ukumkani inani lamadoda akulungeleyo ukubhaliswa emkhosini. KwaSirayeli yaba ngamakhulu asibhozo amawaka amadoda akwaziyo ukusebenzisa ikrele, kwaza kwaJuda yaba ngamakhulu amahlanu amawaka.

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 24

imbono 2 Kasamweli 24:9 kwimeko