2 Kasamweli 3:16 XHO96

16 Suka uPaltiyeli walandela umfazi, ehamba elila njalo ukuya kutsho eBhawurim. Wathi kuye uAbhinere: “Jika! Uya phi?” Wajika wagoduka uPaltiyeli.

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 3

imbono 2 Kasamweli 3:16 kwimeko