2 Kasamweli 3:19 XHO96

19 Waya nakwaBhenjamin uAbhinere, wawubhekisa nakubo lo mlomo. Usuke apho waya kuDavide eHebron, wamchazela ngeembono zabantu bakwaBhenjamin nabakwaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 3

imbono 2 Kasamweli 3:19 kwimeko