2 Kasamweli 3:35 XHO96

35 Bonke abantu babemcenga yonke loo mini uDavide, ukuba kubekho into ayityayo, kodwa uDavide wafunga esithi: “Makandohlwaye uThixo, nokuba kuqatha kangakanani na, ukuba ndithe, lingekatshoni ilanga, ndangcamla isonka nokuba yiyiphi na enye into etyiwayo.”

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 3

imbono 2 Kasamweli 3:35 kwimeko