2 Kasamweli 3:7 XHO96

7 Ke kaloku uSawule wayenenkazana enguRizpa intombi ka-Aya, kwaza ngenye imini unyana kaSawule uIshbhoshete wathi kuAbhinere: “Yini na ukuba ulale nenkazana kabawo?”

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 3

imbono 2 Kasamweli 3:7 kwimeko