2 Kasamweli 4:5 XHO96

5 Basuka ke uRekabhi noBhana oonyana bakaRimon waseBheroti, benjenjeya ukuya kwaIshbhoshete, bafika khona emini emaqanda, ngexesha esangqengqile, ephumle ngokwesiqhelo sakhe emini ngelo xesha.

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 4

imbono 2 Kasamweli 4:5 kwimeko