2 Kasamweli 5:17 XHO96

17 Zakuvakala kumaFilistiya iindaba zokuba uDavide uthanjiswe waba ngukumkani wakwaSirayeli, akhupha umkhosi wawo, emfuna. Uthe akuyiva loo nto uDavide wemka waya kuhlala kwindawo eyinqaba.

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 5

imbono 2 Kasamweli 5:17 kwimeko