2 Kasamweli 5:19 XHO96

19 waza uDavide wabuzisa *kuNdikhoyo wathi: “Kufuneka ndiwahlasele na amaFilistiya? Ngaba uza kuwanikela esandleni sam na?”UNdikhoyo wathi kuDavide: “Ewe, wahlasele; inene, ndowanikela esandleni sakho amaFilistiya.”

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 5

imbono 2 Kasamweli 5:19 kwimeko