2 Kasamweli 5:2 XHO96

2 Phambili phaya, ngokuya uSawule ebesengukumkani, amaSirayeli ayekhokelwa nguwe xa aya emfazweni. *UNdikhoyo wathi kuwe: ‘Wena uya kuba ngumalusi wabantu bam amaSirayeli, ube ngumlawuli wabo.’ ”

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 5

imbono 2 Kasamweli 5:2 kwimeko