2 Kasamweli 7:14 XHO96

14 Mna ndiya kuba nguyise kuye, yena abe ngunyana wam, xa onile abantu ndiya kubenza intonga endimohlwaya ngabo nemivumbo endimbetha ngabo.

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 7

imbono 2 Kasamweli 7:14 kwimeko