2 Kasamweli 7:26 XHO96

26 ukuze igama lakho libalasele ngonaphakade. Nabantu ke botsho bathi: ‘UNdikhoyo onamandla onke nguThixo kaSirayeli.’ Nendlu yesicaka sakho uDavide ke iya kuzinza phambi kwakho.

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 7

imbono 2 Kasamweli 7:26 kwimeko