2 Kasamweli 7:5 XHO96

5 “Hamba, uye kuxelela isicaka sam uDavide uthi: ‘Utsho uNdikhoyo ukuthi: Ngaba iya kuba nguwe na ondakhela indlu endiya kuhlala kuyo?

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 7

imbono 2 Kasamweli 7:5 kwimeko