2 Kasamweli 8:13 XHO96

13 UDavide wazenzela igama ukubuya kwakhe emva kokubulala ishumi elinesibhozo lamawaka amaEdom kwiNtlambo yeTyiwa.

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 8

imbono 2 Kasamweli 8:13 kwimeko