11 UZibha wathi kukumkani: “Isicaka sakho siya kukwenza konke umhlekazi inkosi yam asiyalela isicaka sakhe ukuba sikwenze.” Ke uMefibhoshete wayesitya etafileni kaDavide ngokungathi ungomnye woonyana bakakumkani.
funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 9
imbono 2 Kasamweli 9:11 kwimeko